{"product_id":"hidden-star-xhosa-9781415210871","title":"Hidden Star (Xhosa)","description":"\u003cul\u003e\n\u003cli\u003ePublisher: Umuzi\u003c\/li\u003e\n\u003cli\u003ePublished: 2021\u003c\/li\u003e\n\u003cli\u003ePages: 108\u003c\/li\u003e\n\u003cli\u003eLanguage: isiXhosa\u003c\/li\u003e\n\u003cli\u003eISBN: 9781415210871\u003c\/li\u003e\n\u003cli\u003eSynopsis: \"Uninakhulu kaNolitye oneshumi elinanye lerninyaka ubudala wayedla ngokuthi: wathint'abafazi, wathint'imbokodo. Akufumana ilitye elinobugqi uNolitye kwizitalato ezimthwaqusi sazePhola arnazwi kaninakhulu alandela intetha engenye. Ekunye nabahlobo bakhe ababini ��� UBheki ofekethisiweyo, noMaglasana olilungu eliguqukileyo leqela labaPhithikezi elikhokhelwa nguNelIie Qaqadekileyo ��� uNolitye usebenzisa amandla elitye ngendlela elungileyo: kokokuqala aba bathathu bezimela futhi bazilwele kubaPhithikezi; uNolitye usindisa ubomi bukaRex, inkokheli yeqela lezinia zaselokishini ezithethayo; andule ukubaligagu aionge ngqo emehlweni uMaMtonga onenyoka ephilayo embala umdaka naluhlaza ayixwaye entanyeni. Kodwa ngokukhawulezd uNolitye ufumanisa ukuba ilitye elimbala umsobo-nazuba elinobugqi lelinye lamatye amahlanu adingekayo ukulungisa izinto ezathi zahamba gwenxa mhla uyise wathi wasweleka kwingozi yasemgodini ngelixa yena wayeneminyaka emihlanu ubudala. Okanye loo nto wayixelelwayo ngunina.\" -- Publisher's description.\u003c\/li\u003e\n\u003c\/ul\u003e","brand":"LOCAL FICTION","offers":[{"title":"Default Title","offer_id":51040265601271,"sku":"9781415210871","price":304.0,"currency_code":"ZAR","in_stock":true}],"thumbnail_url":"\/\/cdn.shopify.com\/s\/files\/1\/0944\/3973\/5543\/files\/24047823482691.jpg?v=1787780077","url":"https:\/\/www.2027textbooks.co.za\/products\/hidden-star-xhosa-9781415210871","provider":"2027Textbooks","version":"1.0","type":"link"}