Hidden Star (Xhosa)
- Publisher: Umuzi
- Published: 2021
- Pages: 108
- Language: isiXhosa
- ISBN: 9781415210871
- Synopsis: "Uninakhulu kaNolitye oneshumi elinanye lerninyaka ubudala wayedla ngokuthi: wathint'abafazi, wathint'imbokodo. Akufumana ilitye elinobugqi uNolitye kwizitalato ezimthwaqusi sazePhola arnazwi kaninakhulu alandela intetha engenye. Ekunye nabahlobo bakhe ababini ��� UBheki ofekethisiweyo, noMaglasana olilungu eliguqukileyo leqela labaPhithikezi elikhokhelwa nguNelIie Qaqadekileyo ��� uNolitye usebenzisa amandla elitye ngendlela elungileyo: kokokuqala aba bathathu bezimela futhi bazilwele kubaPhithikezi; uNolitye usindisa ubomi bukaRex, inkokheli yeqela lezinia zaselokishini ezithethayo; andule ukubaligagu aionge ngqo emehlweni uMaMtonga onenyoka ephilayo embala umdaka naluhlaza ayixwaye entanyeni. Kodwa ngokukhawulezd uNolitye ufumanisa ukuba ilitye elimbala umsobo-nazuba elinobugqi lelinye lamatye amahlanu adingekayo ukulungisa izinto ezathi zahamba gwenxa mhla uyise wathi wasweleka kwingozi yasemgodini ngelixa yena wayeneminyaka emihlanu ubudala. Okanye loo nto wayixelelwayo ngunina." -- Publisher's description.
We offer fixed-price shipping, so you know exactly what you will pay:
- Delivery to a Pargo point: R99
- Delivery to your door: R129
- Collection from Sydenham, Johannesburg: No cost
Free shipping on orders over R1,200.
We can only deliver to schools that have given prior permission to receive parcels.
We do not deliver to PO boxes, farms or townships.
